1 Yohane 5:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Umntu okholwayo kuNyana kaThixo uyabukholelwa ubungqina bukaThixo. Umntu ongakholwayo kuThixo umenze ixoki,+ kuba akabukholelwa ubungqina uThixo abunikelayo ngoNyana wakhe.
10 Umntu okholwayo kuNyana kaThixo uyabukholelwa ubungqina bukaThixo. Umntu ongakholwayo kuThixo umenze ixoki,+ kuba akabukholelwa ubungqina uThixo abunikelayo ngoNyana wakhe.