1 Yohane 3:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Nabani na ocaphukela umzalwana wakhe ungumbulali,*+ ibe niyazi kuba akukho mbulali uza kufumana ubomi obungunaphakade.+
15 Nabani na ocaphukela umzalwana wakhe ungumbulali,*+ ibe niyazi kuba akukho mbulali uza kufumana ubomi obungunaphakade.+