Yohane 8:44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 44 Utata wenu nguMtyholi, ibe nithanda ukwenza izinto ezithandwa nguye.+ Yena wayengumbulali kwasekuqaleni,+ ibe wayilahla inyani, kuba akananyani. Eyona nto ayaziyo kukuthetha ubuxoki, kuba ulixoki, ibe ubuxoki beza ngaye.+
44 Utata wenu nguMtyholi, ibe nithanda ukwenza izinto ezithandwa nguye.+ Yena wayengumbulali kwasekuqaleni,+ ibe wayilahla inyani, kuba akananyani. Eyona nto ayaziyo kukuthetha ubuxoki, kuba ulixoki, ibe ubuxoki beza ngaye.+