Eksodus 6:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ndandidla ngokubonakala kuAbraham, kuIsake nakuYakobi ndinguThixo uSomandla,+ kodwa zange ndibazise igama lam elinguYehova.+
3 Ndandidla ngokubonakala kuAbraham, kuIsake nakuYakobi ndinguThixo uSomandla,+ kodwa zange ndibazise igama lam elinguYehova.+