IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ISityhilelo 1:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 yaye phakathi kwezo ziphatho zezibane ndabona umntu onjengonyana womntu+ enxibe isambatho esifika ezinyaweni, enombhinqo wegolide esifubeni.

  • ISityhilelo 1:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 Esandleni sakhe sasekunene kwakukho iinkwenkwezi ezisixhenxe,+ emlonyeni wakhe kuphuma ikrele elide elibukhali macala,+ ubuso bakhe bunjengelanga xa liqaqambe kakhulu.+

  • ISityhilelo 19:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Emlonyeni wakhe kuphuma ikrele elide elibukhali,+ ukuze azixabele ngalo iintlanga, ibe uza kuzalusa ngentonga yentsimbi.+ Uxovula nesixovulelo sewayini yomsindo omkhulu kaThixo uSomandla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share