Marko 13:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 “Kodwa nina nimele nilumke. Abantu baza kunisa ezinkundleni,+ yaye niza kubethwa kwizindlu akhonzela kuzo amaYuda,*+ ibe niza kumiswa phambi kwabalawuli nookumkani ngenxa yam, nitsho nikwazi ukushumayela ngam kubo.+ ISityhilelo 2:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Uyanyamezela, ibe unyamezela ngenxa yegama lam,+ yaye awupheli mandla.+
9 “Kodwa nina nimele nilumke. Abantu baza kunisa ezinkundleni,+ yaye niza kubethwa kwizindlu akhonzela kuzo amaYuda,*+ ibe niza kumiswa phambi kwabalawuli nookumkani ngenxa yam, nitsho nikwazi ukushumayela ngam kubo.+