IiNdumiso
Ingoma Yokunyuka.
129 “Oko bandihlasela ukususela ndisemtsha,”+
6 Baza kuba njengengca ekhula eluphahleni,
Ize ibune ingekancothulwa,
7 Inganeli nakwisandla esi somvuni,
Nakwiingalo zalowo uqokelela izithungu.
8 Abadlulayo abazukuthi:
“Kwanga uYehova anganisikelela.
Sikelelekani egameni likaYehova.”