IiNdumiso
Ingoma Yokunyuka. EkaDavide.
122 Ndavuya xa bathi kum:
“Masiyeni endlini kaYehova.”+
4 Izizwe zinyukile zaya kuyo,
Izizwe zikaYa,*
Ngokomyalelo owanikwa uSirayeli,
Ukuba abulele igama likaYehova.+
6 Celani ukuba kubekho uxolo eYerusalem.+
Abo bakuthandayo, sixekondini, baza kukhuseleka.
7 Makuqhubeke kukho uxolo ngaphakathi kweendonga zakho ezikhuselekileyo,
Kukhuseleke ngaphakathi kweenqaba zakho.
8 Ngenxa yabantakwethu nabahlobo bam, ndiza kuthi:
“Kwanga kungakho uxolo kuwe.”