IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Tesalonika 2
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yesi-2 KwabaseTesalonika

      • Umntu ongenamthetho (1-12)

      • Bakhuthazwa ukuba bame bangagungqi (13-17)

2 Tesalonika 2:1

Marginal References

  • +Mat 24:3
  • +1Te 4:17

2 Tesalonika 2:2

Footnotes

  • *

    Funda Isihlomelo A5.

Marginal References

  • +1Yo 4:1
  • +Zef 1:14; 2Pe 3:10

Indexes

  • Research Guide

    “Sonke ISibhalo”, iphe. 232

2 Tesalonika 2:3

Footnotes

  • *

    Okanye “lungekafiki uwexuko.”

Marginal References

  • +1Ti 4:1; 2Ti 2:16-18; 4:3; 2Pe 2:1; 1Yo 2:18, 19
  • +Mat 7:15; IZe 20:29, 30
  • +2Pe 2:1, 3

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    6/1/2015, iphe. 14-15

    9/15/2008, iphe. 30

    9/1/2003, iphe. 6

2 Tesalonika 2:7

Marginal References

  • +IZe 20:29, 30; 1Ko 11:18, 19; 1Yo 2:18

2 Tesalonika 2:8

Footnotes

  • *

    Ngokoqobo, “ngomoya womlomo wayo.”

Marginal References

  • +Isa 11:4; ISi 19:15
  • +1Ti 6:13-15; 2Ti 4:1, 8

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    9/15/2008, iphe. 30

2 Tesalonika 2:9

Marginal References

  • +2Ko 11:3
  • +Mat 24:24

2 Tesalonika 2:10

Marginal References

  • +Mat 24:11

2 Tesalonika 2:11

Marginal References

  • +Mat 24:5; 1Ti 4:1; 2Ti 4:3, 4

2 Tesalonika 2:13

Footnotes

  • *

    Funda Isihlomelo A5.

Marginal References

  • +Yoh 6:44; Rom 8:30
  • +Yoh 17:17; 1Ko 6:11; 1Te 4:7

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    9/15/2008, iphe. 30

2 Tesalonika 2:14

Footnotes

  • *

    Ngokoqobo, “Wanibiza.”

Marginal References

  • +1Pe 5:10

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    9/15/2008, iphe. 30

2 Tesalonika 2:15

Marginal References

  • +1Ko 15:58; 16:13
  • +1Ko 11:2

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    12/15/2013, iphe. 8

2 Tesalonika 2:16

Footnotes

  • *

    Okanye “yobubele obungasifanelanga.”

Marginal References

  • +1Yo 4:10
  • +1Pe 1:3, 4

2 Tesalonika 2:17

Footnotes

  • *

    Okanye “banomeleze.”

Parallel Translations

Click a verse number to display parallel Bible verses.

General

2 Tes. 2:1Mat 24:3
2 Tes. 2:11Te 4:17
2 Tes. 2:21Yo 4:1
2 Tes. 2:2Zef 1:14; 2Pe 3:10
2 Tes. 2:31Ti 4:1; 2Ti 2:16-18; 4:3; 2Pe 2:1; 1Yo 2:18, 19
2 Tes. 2:3Mat 7:15; IZe 20:29, 30
2 Tes. 2:32Pe 2:1, 3
2 Tes. 2:7IZe 20:29, 30; 1Ko 11:18, 19; 1Yo 2:18
2 Tes. 2:8Isa 11:4; ISi 19:15
2 Tes. 2:81Ti 6:13-15; 2Ti 4:1, 8
2 Tes. 2:92Ko 11:3
2 Tes. 2:9Mat 24:24
2 Tes. 2:10Mat 24:11
2 Tes. 2:11Mat 24:5; 1Ti 4:1; 2Ti 4:3, 4
2 Tes. 2:13Yoh 6:44; Rom 8:30
2 Tes. 2:13Yoh 17:17; 1Ko 6:11; 1Te 4:7
2 Tes. 2:141Pe 5:10
2 Tes. 2:151Ko 15:58; 16:13
2 Tes. 2:151Ko 11:2
2 Tes. 2:161Yo 4:10
2 Tes. 2:161Pe 1:3, 4
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
  • Funda ngesi INguqulelo Yehlabathi Elitsha
  • 1
  • 2
  • 3
  • 4
  • 5
  • 6
  • 7
  • 8
  • 9
  • 10
  • 11
  • 12
  • 13
  • 14
  • 15
  • 16
  • 17
IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
2 Tesalonika 2:1-17

Eyesibini KwabaseTesalonika

2 Noko ke bazalwana, xa kuthethwa ngobukho beNkosi yethu uYesu Kristu+ nangokuqokelelwa kwethu ukuze sibe kunye naye,+ siyanicela 2 ukuba ningagungqi kwindlela enicinga ngayo okanye nothuke xa nisiva amazwi avakala ngathi asuka kuThixo,+ umyalezo okanye ileta ebonakala ngathi ivela kuthi, ethi imini kaYehova*+ ilapha.

3 Makungabikho mntu unilahlekisayo nangayiphi na indlela, kuba ayizukufika loo mini engekajikelwa uThixo*+ kuqala, atyhileke nomntu ongenamthetho,+ unyana wentshabalalo.+ 4 Ulutshaba yaye uziphakamisa ngaphezu kwayo nantoni na ekuthiwa nguthixo okanye enqulwayo, ade ahlale etempileni kaThixo, ebonisa abantu ukuba unguthixo yena. 5 Anikhumbuli na ukuba ndandidla ngokunixelela ezi zinto ngelaa xesha ndandisekunye nani?

6 Niyayazi ngoku ukuba yintoni embambileyo lo mntu ungenamthetho angaveli ngaphambi kwexesha elibekiweyo. 7 Ewe kona, sele eqalile ukuwenza umsebenzi wakhe ngokufihlakeleyo,+ kodwa uza kuyeka ukufihlakala xa umntu ombambileyo esukile endleleni. 8 Uza kutsho atyhilwe loo mntu ungenamthetho, eza kuthi iNkosi uYesu imtshabalalise ngamazwi anamandla aphuma emlonyeni wayo*+ xa ubukho bayo bubonakala.+ 9 Kodwa ukubakho kwaloo mntu ­ungenamthetho kubangelwe nguSathana esebenzisa amandla,+ imimangaliso yobuxoki+ 10 nazo zonke iindlela zokuqhatha+ abo baza kutshabalala, besohlwaywa kuba bengazange bayithande inyaniso eyayiza kubasindisa. 11 Yiloo nto uThixo ebayekile balahlekiswa ukuze babukholelwe obo buxoki,+ 12 nokuze bagwetywe bonke kuba bengazange bayikholelwe inyaniso, basuka bathanda izinto ezingalunganga.

13 Kodwa ke simele sihlale simbulela uThixo ngenxa yenu bazalwana abathandwayo nguYehova,* kuba uThixo wanikhetha kwasekuqaleni+ ukuze nisindiswe ngokunenza ngcwele+ ngomoya wakhe ngenxa yokukholelwa kwenu kwinyaniso. 14 Wanikhetha* esebenzisa iindaba ezilungileyo esizishumayelayo, ukuze nizukiswe njengeNkosi yethu uYesu Kristu.+ 15 Ngoko ke bazalwana, yimani ningagungqi,+ nizigcine izithethe esanifundisa zona+ ngomlomo nangeleta. 16 Ngaphezu koko, iNkosi yethu uYesu Kristu noThixo onguTata wethu, owasithandayo+ noqhubeka esithuthuzela aze asinike ithemba elihle+ ngenxa yobubele bakhe,* 17 kwanga bangazithuthuzela iintliziyo zenu baze banenze ningagungqi* ekwenzeni nasekuthetheni izinto ezilungileyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share