IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 5
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

Izinto ekuthethwa ngazo kwincwadi yeNtshumayeli

      • Yoyika uThixo (1-7)

      • Abangaphantsi bajongwe ngabangasentla kwabo (8, 9)

      • Ubutyebi bulilize (10-20)

        • Abantu abathanda imali aboneli (10)

        • Umntu osebenza nzima ulala kamnandi (12)

INtshumayeli 5:1

Marginal References

  • +INdu 15:1, 2
  • +Dut 31:12; IZe 17:11
  • +1Sa 13:12, 13; 15:22; IMi 21:27; Isa 1:13; Hos 6:6

INtshumayeli 5:2

Marginal References

  • +Num 30:2; 1Sa 14:24
  • +IMi 10:19

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    11/1/2006, iphe. 14

INtshumayeli 5:3

Footnotes

  • *

    Okanye “ukuhoya izinto.”

Marginal References

  • +Mat 6:25, 34; Luk 12:18-20
  • +IMi 10:19; 15:2

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    11/1/2006, iphe. 14-15

INtshumayeli 5:4

Marginal References

  • +Dut 23:21; INdu 76:11; Mat 5:33
  • +INt 10:12
  • +Num 30:2; INdu 66:13

INtshumayeli 5:5

Marginal References

  • +Dut 23:22; IMi 20:25

INtshumayeli 5:6

Footnotes

  • *

    Okanye “kwesithunywa.”

Marginal References

  • +ABa 11:35
  • +Lev 5:4
  • +INdu 127:1; Hag 1:11

INtshumayeli 5:7

Marginal References

  • +INt 5:3
  • +INt 12:13

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    11/1/2006, iphe. 14-15

INtshumayeli 5:8

Marginal References

  • +INt 3:16

INtshumayeli 5:9

Marginal References

  • +1Sa 8:11, 12; 1Ku 4:7; 2Kr 26:9, 10; Ngo 8:11

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    11/1/2006, iphe. 14

INtshumayeli 5:10

Marginal References

  • +INt 4:8
  • +Mat 6:24; Luk 12:15; 1Ti 6:10

Indexes

  • Research Guide

    Vukani!,

    10/2014, iphe. 4

    9/2011, iphe. 8

    4/2006, iphe. 5

INtshumayeli 5:11

Marginal References

  • +1Ku 4:22, 23
  • +IMi 23:4, 5; 1Yo 2:16

INtshumayeli 5:13

Footnotes

  • *

    Okanye “intlekele.”

INtshumayeli 5:14

Footnotes

  • *

    Okanye “umsebenzi omtshonisayo.”

Marginal References

  • +IMi 23:4, 5; Mat 6:19

INtshumayeli 5:15

Marginal References

  • +Yob 1:21
  • +INdu 49:17; Luk 12:20; 1Ti 6:7

INtshumayeli 5:16

Footnotes

  • *

    Okanye “eyintlekele.”

Marginal References

  • +Mat 16:26; Yoh 6:27

INtshumayeli 5:17

Marginal References

  • +1Ti 6:10

INtshumayeli 5:18

Footnotes

  • *

    Okanye “sisabelo sakhe eso.”

Marginal References

  • +1Ku 4:20
  • +INt 2:24; 3:22; Isa 65:21, 22

INtshumayeli 5:19

Footnotes

  • *

    Okanye “asonwabele isabelo sakhe.”

Marginal References

  • +1Ku 3:12, 13; Yob 42:12
  • +Dut 8:10; INt 3:12, 13; 1Ti 6:17; Yak 1:17

INtshumayeli 5:20

Marginal References

  • +Dut 28:8; INdu 4:7

Parallel Translations

Click a verse number to display parallel Bible verses.

General

INtshu. 5:1INdu 15:1, 2
INtshu. 5:1Dut 31:12; IZe 17:11
INtshu. 5:11Sa 13:12, 13; 15:22; IMi 21:27; Isa 1:13; Hos 6:6
INtshu. 5:2Num 30:2; 1Sa 14:24
INtshu. 5:2IMi 10:19
INtshu. 5:3Mat 6:25, 34; Luk 12:18-20
INtshu. 5:3IMi 10:19; 15:2
INtshu. 5:4Num 30:2; INdu 66:13
INtshu. 5:4Dut 23:21; INdu 76:11; Mat 5:33
INtshu. 5:4INt 10:12
INtshu. 5:5Dut 23:22; IMi 20:25
INtshu. 5:6ABa 11:35
INtshu. 5:6Lev 5:4
INtshu. 5:6INdu 127:1; Hag 1:11
INtshu. 5:7INt 5:3
INtshu. 5:7INt 12:13
INtshu. 5:8INt 3:16
INtshu. 5:91Sa 8:11, 12; 1Ku 4:7; 2Kr 26:9, 10; Ngo 8:11
INtshu. 5:10INt 4:8
INtshu. 5:10Mat 6:24; Luk 12:15; 1Ti 6:10
INtshu. 5:111Ku 4:22, 23
INtshu. 5:11IMi 23:4, 5; 1Yo 2:16
INtshu. 5:14IMi 23:4, 5; Mat 6:19
INtshu. 5:15Yob 1:21
INtshu. 5:15INdu 49:17; Luk 12:20; 1Ti 6:7
INtshu. 5:16Mat 16:26; Yoh 6:27
INtshu. 5:171Ti 6:10
INtshu. 5:181Ku 4:20
INtshu. 5:18INt 2:24; 3:22; Isa 65:21, 22
INtshu. 5:191Ku 3:12, 13; Yob 42:12
INtshu. 5:19Dut 8:10; INt 3:12, 13; 1Ti 6:17; Yak 1:17
INtshu. 5:20Dut 28:8; INdu 4:7
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
  • Funda ngesi INguqulelo Yehlabathi Elitsha
  • 1
  • 2
  • 3
  • 4
  • 5
  • 6
  • 7
  • 8
  • 9
  • 10
  • 11
  • 12
  • 13
  • 14
  • 15
  • 16
  • 17
  • 18
  • 19
  • 20
IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
INtshumayeli 5:1-20

INtshumayeli

5 Chula ukunyathela nanini na usiya endlini yoThixo wokwenene;+ kungcono usondele uze umamele+ kunokuba wenze umnikelo njengezidenge,+ kuba azazi ukuba zenza into embi.

2 Sukukhawuleza uthethe, ungayivumeli nentliziyo yakho ukuba ikhawuleze ithethe phambi koThixo wokwenene,+ kuba uThixo wokwenene usemazulwini kodwa wena usemhlabeni. Yiloo nto kufuneka amazwi akho abe mbalwa.+ 3 Kuba ukuxakeka zizinto* ezininzi kwenza umntu abe namaphupha,+ namazwi amaninzi enza isidenge siloqe.+ 4 Nanini na uthembisa uThixo, sukulibazisa ukuyenza loo nto umthembise yona,+ kuba akabathandi abantu abazizidenge.+ Yenze into oyithembisileyo.+ 5 Kungcono ungenzi sithembiso kunokuba uthembise ungenzi.+ 6 Sukuvumela umlomo wakho ukwenze wone,+ ungatsho naphambi kwengelosi* ukuba uphazamile.+ Kutheni uza kucaphukisa uThixo wokwenene ngento oyithethayo, aze awutshabalalise umsebenzi wezandla zakho?+ 7 Kuba njengokuba ukuxakeka zizinto ezininzi kusenza umntu abe namaphupha,+ namazwi amaninzi akhokelela kwilize. Kodwa yoyika uThixo wokwenene.+

8 Ukuba ubona igosa eliphakamileyo licinezela ihlwempu okanye lisenza ngokungekho mthethweni kwilungisa elikwingingqi yakho, mayingakothusi loo nto,+ kuba lijongiwe ngulowo ungentla kulo, ibe bakhona nabangaphezulu kubo bobabini.

9 Enye into kukuba, ingeniso yomhlaba yohlulelwa wonke umntu; nokutya kukakumkani kuphuma emasimini.+

10 Umntu othanda isilivere akasoze aneliswe yisilivere, nomntu othanda ubutyebi akasoze aneliswe yingeniso.+ Nayo leyo ililize.+

11 Xa ubutyebi busanda, bayanda nabo babusebenzisayo.+ Ibe yintoni ke ayifumanayo umnikazi wabo, ngaphandle kokubujonga nje ngamehlo?+

12 Bumnandi ubuthongo besicaka, nokuba sinokutya okuncinci okanye okuninzi, kodwa ubutyebi besityebi abusilalisi.

13 Ndibone intlungu engathethekiyo* phantsi kwelanga: ubutyebi obufihlwe ngumnikazi wabo buze kwabona bumenzakalise. 14 Ulahlekelwa bobo butyebi kuba wenza izigqibo ezimtshonisayo,* athi esiba nonyana, abe engasenanto.+

15 Kanye njengokuba umntu waphuma ehamba ze esiswini sikamama wakhe, uza kumka enjalo.+ Akanakuhamba nayo nenye kwizinto azisebenzele nzima.+

16 Nantsi enye into eyintlungu engathethekiyo:* Umntu uhamba enjengokuba ebezile; ngoko ke, ufumana yiphi ingenelo ngokuhlala esebenza nzima, esebenzela umoya?+ 17 Futhi yonke imihla utyela ebumnyameni, exhelekile, egula ibe enomsindo.+

18 Nantsi into endiyibone intle futhi ilungile: kukuba umntu atye, asele aze akonwabele konke ukusebenza nzima+ nokubulaleka kwakhe phantsi kwelanga ngemihla embalwa yobomi bakhe ayinikwe nguThixo wokwenene, kuba ngumvuzo wakhe lowo.*+ 19 Enye into, xa uThixo wokwenene enika umntu ubutyebi,+ nendlela yokubonwabela, umele awuthathe umvuzo wakhe,* aze akonwabele ukusebenza kwakhe nzima. Esi sisipho sikaThixo.+ 20 Kuba akazukuqaphela nokuba iintsuku zobomi bakhe ziyaqengqeleka, ngenxa yokuba uThixo wokwenene umgcina exakeke lulonwabo lwentliziyo yakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share