IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 9
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

Izinto ekuthethwa ngazo kwincwadi yeNtshumayeli

      • Isiphelo sabo bonke siyafana (1-3)

      • Yonwabela ubomi nangona uza kufa (4-12)

        • Abafileyo abazi nto (5)

        • Akukho nto yenziwayo engcwabeni (10)

        • Ixesha neziganeko ezingalindelekanga (11)

      • Ubulumko abusoloko buxatyiswa (13-18)

INtshumayeli 9:1

Marginal References

  • +Dut 33:3; 1Sa 2:9; INdu 37:5

INtshumayeli 9:2

Marginal References

  • +INt 5:15
  • +INt 8:10

INtshumayeli 9:3

Marginal References

  • +Yob 3:17-19; INt 2:15

INtshumayeli 9:4

Marginal References

  • +Isa 38:19

Indexes

  • Research Guide

    Vukani!,

    10/2014, iphe. 6

INtshumayeli 9:5

Footnotes

  • *

    Okanye “bayaqonda.”

Marginal References

  • +Gen 3:19; Rom 5:12
  • +INdu 88:10; 115:17; 146:4; Isa 38:18; Yoh 11:11
  • +Yob 7:9, 10; INt 2:16

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    8/15/2005, iphe. 3

INtshumayeli 9:6

Marginal References

  • +INt 9:10

INtshumayeli 9:7

Marginal References

  • +Dut 12:7; INdu 104:15; INt 2:24
  • +Dut 16:15; IZe 14:17

INtshumayeli 9:8

Footnotes

  • *

    Oko kukuthi, impahla eqaqambileyo ebonisa ukuba wonwabile, awuzilanga.

Marginal References

  • +Dan 10:2, 3

INtshumayeli 9:9

Marginal References

  • +IMi 5:18
  • +INt 5:18

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    9/15/2006, iphe. 27-28

INtshumayeli 9:10

Footnotes

  • *

    Funda Ingcaciso Yamagama.

Marginal References

  • +INdu 115:17; 146:3, 4; Isa 38:18

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    6/15/2006, iphe. 5

INtshumayeli 9:11

Footnotes

  • *

    Okanye “nazizehlo.”

Marginal References

  • +1Sa 17:50; INdu 33:16
  • +INt 2:15
  • +2Sa 17:23

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo

    (Efundwayo),

    2/2017, iphe. 29

    Vukani!,

    No. 3 2017 iphe. 6

    IMboniselo,

    3/1/2009, iphe. 4-5

    9/15/2007, iphe. 5

    9/1/2003, iphe. 9-10

    10/15/2001, iphe. 13-14

INtshumayeli 9:12

Marginal References

  • +INt 8:8; Yak 4:13, 14

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    11/1/2005, iphe. 3-4

INtshumayeli 9:15

Marginal References

  • +INt 9:11

INtshumayeli 9:16

Marginal References

  • +IMi 21:22; 24:5; INt 7:12, 19; 9:18
  • +Mar 6:3; 1Ko 2:8

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    8/1/2000, iphe. 32

INtshumayeli 9:18

Marginal References

  • +Yos 22:20; 1Ko 5:6; Heb 12:15

Parallel Translations

Click a verse number to display parallel Bible verses.

General

INtshu. 9:1Dut 33:3; 1Sa 2:9; INdu 37:5
INtshu. 9:2INt 5:15
INtshu. 9:2INt 8:10
INtshu. 9:3Yob 3:17-19; INt 2:15
INtshu. 9:4Isa 38:19
INtshu. 9:5Gen 3:19; Rom 5:12
INtshu. 9:5INdu 88:10; 115:17; 146:4; Isa 38:18; Yoh 11:11
INtshu. 9:5Yob 7:9, 10; INt 2:16
INtshu. 9:6INt 9:10
INtshu. 9:7Dut 12:7; INdu 104:15; INt 2:24
INtshu. 9:7Dut 16:15; IZe 14:17
INtshu. 9:8Dan 10:2, 3
INtshu. 9:9IMi 5:18
INtshu. 9:9INt 5:18
INtshu. 9:10INdu 115:17; 146:3, 4; Isa 38:18
INtshu. 9:111Sa 17:50; INdu 33:16
INtshu. 9:11INt 2:15
INtshu. 9:112Sa 17:23
INtshu. 9:12INt 8:8; Yak 4:13, 14
INtshu. 9:15INt 9:11
INtshu. 9:16IMi 21:22; 24:5; INt 7:12, 19; 9:18
INtshu. 9:16Mar 6:3; 1Ko 2:8
INtshu. 9:18Yos 22:20; 1Ko 5:6; Heb 12:15
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
  • Funda ngesi INguqulelo Yehlabathi Elitsha
  • 1
  • 2
  • 3
  • 4
  • 5
  • 6
  • 7
  • 8
  • 9
  • 10
  • 11
  • 12
  • 13
  • 14
  • 15
  • 16
  • 17
  • 18
IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
INtshumayeli 9:1-18

INtshumayeli

9 Ndayifaka entliziyweni yonke le nto ndaza ndagqiba kwelokuba amalungisa nezilumko, kwanemisebenzi yabo, isesandleni soThixo wokwenene.+ Abantu abaluqondi uthando nentiyo eyayikho ngaphambi kwexesha labo. 2 Isiphelo sabo bonke siyafana,+ eselungisa nesomenzi-bubi,+ esomntu olungileyo, ococekileyo nongacocekanga, esabo babingelelayo nesabo bangabingeleliyo. Olungileyo uyafana nomoni; owenza isifungo uyafana nalowo ukulumkeleyo ukwenza isifungo. 3 Nantsi eyona nto ibuhlungu yenzekayo phantsi kwelanga: Ngenxa yokuba bonke abantu benesiphelo esifanayo,+ iintliziyo zabo zigcwele bububi; yaye kukho impambano ezintliziyweni zabo ngoxa besaphila, baze emva koko bafe!

4 Lowo usaphilayo usenethemba, kuba inja ephilayo ibhetele kunengonyama efileyo.+ 5 Kaloku abaphilayo bayazi* ukuba baseza kufa,+ ­kodwa bona abafileyo abazi nto kwaphela,+ abafumani mvuzo, kuba balityelwe.+ 6 Uthando lwabo, intiyo yabo nekhwele labo sele litshabalele, yaye abasenasabelo kwaphela kwizinto ezenzekayo phantsi kwelanga.+

7 Yitya ukutya kwakho wonwabile, usele iwayini yakho uvuya,+ kuba uThixo wokwenene ukholisiwe yimisebenzi yakho.+ 8 Impahla yakho mayihlale imhlophe,* ungayeki nokuthambisa ioli entloko.+ 9 Yonwaba nomfazi wakho omthandayo+ ngayo yonke imihla yobomi bakho obulilize obunikwe nguThixo, yonke imihla yakho elilize, kuba sisabelo sakho eso ebomini ngokusebenza kwakho nzima phantsi kwelanga.+ 10 Nantoni na okwaziyo ukuyenza ngesandla sakho, yenze ngamandla akho onke, kuba akukho msebenzi nakuceba nakwazi nabulumko engcwabeni,*+ apho uya khona.

11 Enye into endiyibonileyo phantsi kwelanga kukuba, iimbaleki ezinamendu azisoloko ziphumelela elugqatsweni, namakroti awasoloko ephumelela emfazweni,+ nezilumko azisoloko zinokutya, neengqondi azisoloko zinobutyebi,+ neengcaphephe azisoloko ziphumelela,+ kuba bonke behlelwa lixesha naziziganeko* ezingalindelekanga. 12 Kuba umntu akalazi ixesha lakhe.+ Kanye njengeentlanzi ezibanjiswa ngomnatha obulalayo, neentaka ezibanjiswa ngesibatha, banjalo ukurhintyelwa kwabo oonyana babantu ngexesha lentlekele, xa libaqubula bengalindelanga.

13 Nantsi enye into endiyibonileyo ngobulumko phantsi kwelanga, yandimangalisa: 14 Kwakukho isixeko esincinci esasinabantu abambalwa; kwafika ukumkani onamandla wasirhangqa, waza wakha udonga olukhulu olomeleleyo. 15 Kwakukho umntu olihlwempu kodwa esisilumko, wasisindisa eso sixeko ngobulumko bakhe. Kodwa akukho mntu wamkhumbulayo loo mntu ulihlwempu.+ 16 Ndaza ke mna ndathi: ‘Ubulumko bubhetele kunamandla;+ kodwa ubulumko behlwempu budeliwe, namazwi alo awahoywa.’+

17 Kubhetele ukumamela amazwi azolileyo esilumko kunokukhwaza komlawuli wezidenge.

18 Ubulumko bubhetele kunezixhobo zemfazwe, kodwa umoni nje omnye angonakalisa izinto ezininzi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share