IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Tesalonika 1
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yesi-2 KwabaseTesalonika

      • Imibuliso (1, 2)

      • Ukholo lwamaTesalonika luya lusomelela (3-5)

      • Kohlwaywa abantu abangathobeliyo (6-10)

      • Kuthandazelwa ibandla (11, 12)

2 Tesalonika 1:1

Footnotes

  • *

    Okwabizwa ngokuba nguSilas.

Marginal References

  • +2Ko 1:19

Indexes

  • Research Guide

    “Sonke ISibhalo”, iphe. 232

2 Tesalonika 1:2

Footnotes

  • *

    Okanye “ububele obunganifanelanga.”

2 Tesalonika 1:3

Marginal References

  • +1Te 3:12; 4:9, 10

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    11/15/2005, iphe. 32

2 Tesalonika 1:4

Footnotes

  • *

    Okanye “enibunyamezeleyo.”

Marginal References

  • +1Te 2:19
  • +1Te 1:6; 2:14; 1Pe 2:21

2 Tesalonika 1:5

Marginal References

  • +IZe 14:22; Rom 8:17; 2Ti 2:12

2 Tesalonika 1:6

Marginal References

  • +Rom 12:19; ISi 6:9, 10

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    11/15/2004, iphe. 19

2 Tesalonika 1:7

Marginal References

  • +Luk 17:29, 30; 1Pe 1:7
  • +Mar 8:38

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    11/15/2004, iphe. 19

2 Tesalonika 1:8

Marginal References

  • +Rom 2:8

Indexes

  • Research Guide

    IMboniselo,

    11/15/2004, iphe. 19

2 Tesalonika 1:9

Marginal References

  • +2Pe 3:7

2 Tesalonika 1:11

Marginal References

  • +Rom 8:30

2 Tesalonika 1:12

Footnotes

  • *

    Okanye “ububele bukaThixo obungasifanelanga.”

Parallel Translations

Click a verse number to display parallel Bible verses.

General

2 Tes. 1:12Ko 1:19
2 Tes. 1:31Te 3:12; 4:9, 10
2 Tes. 1:41Te 2:19
2 Tes. 1:41Te 1:6; 2:14; 1Pe 2:21
2 Tes. 1:5IZe 14:22; Rom 8:17; 2Ti 2:12
2 Tes. 1:6Rom 12:19; ISi 6:9, 10
2 Tes. 1:7Luk 17:29, 30; 1Pe 1:7
2 Tes. 1:7Mar 8:38
2 Tes. 1:8Rom 2:8
2 Tes. 1:92Pe 3:7
2 Tes. 1:11Rom 8:30
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
  • Funda ngesi INguqulelo Yehlabathi Elitsha
  • 1
  • 2
  • 3
  • 4
  • 5
  • 6
  • 7
  • 8
  • 9
  • 10
  • 11
  • 12
IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
2 Tesalonika 1:1-12

Eyesibini KwabaseTesalonika

1 UPawulos, uSilvano* noTimoti+ babhalela ibandla laseTesalonika elimanyene noThixo uTata wethu neNkosi uYesu Kristu, besithi:

2 Kwanga uThixo onguTata wethu neNkosi uYesu Kristu banganenzela ububele* nize nibe noxolo.

3 Sinyanzelekile ukuba sihlale simbulela uThixo ngenxa yenu bazalwana. Kaloku ukholo lwenu luya lusomelela yaye niya nithandana kakhulu.+ 4 Kangangokuba siyaqhayisa ngani+ xa sikwamanye amabandla kaThixo, ngenxa yokuba niye nanyamezela naza naqhubeka ninokholo phantsi kwazo zonke iintshutshiso nobunzima enibufumanayo.*+ 5 Le nto ibonisa indlela uThixo agweba ngayo ngobulungisa, nto leyo enenza nibonwe nifanelekile ukuba ningene eBukumkanini BukaThixo, eniva ubunzima ngenxa yabo.+

6 Ekubeni uThixo elilungisa, uza kubohlwaya abo banenza izinto ezibuhlungu.+ 7 Kodwa nina beva ubuhlungu niza kukhululwa kunye nathi xa iNkosi uYesu+ ityhilwa isezulwini kunye neengelosi zayo ezinamandla+ 8 besemlilweni ovuthayo, njengoko isohlwaya abo bangamaziyo uThixo, nabo bangazithobeliyo iindaba ezilungileyo ezingeNkosi yethu uYesu.+ 9 Abo bantu baza kugwetywa ngokutshatyalaliswa ngonaphakade,+ bangabikho phambi kweNkosi, baze bangancedwa nangamandla ayo amakhulu. 10 Le nto iza kwenzeka xa ifika iNkosi ize kuzukiswa nabangcwele bayo, yaye bonke abo bakholwayo kuyo baza kumangaliswa yiyo. Ekubeni niye nazikholelwa izinto esanixelela zona, nani niza kuba phakathi kwabo.

11 Ngoko ke sihlala sinithandazela, ukuba uThixo wethu anibone nifanelekile ukuba anikhethe,+ aze ngamandla akhe azenze zonke izinto ezintle afuna ukuzenza, azenze ziphumelele nezinto enizenzileyo kuba ninokholo. 12 Le nto imele yenzeke ukuze igama leNkosi yethu uYesu lizukiswe ngani, nani nizukiswe kuba nimanyene nayo, ngenxa yobubele bukaThixo* wethu nobeNkosi uYesu Kristu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share