IINDUMISO
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
-
UYehova nguMgwebi olungileyo
“Owu yhini Yehova, ndigwebe” (8)
-
UYehova ulwela abantu bakhe
Amazwi kaYehova amsulwa (6)
-
Ukumkani okhethwe nguThixo uyakhuselwa
Abanye bathembele ngeenqwelo namahashe, “kodwa thina sithandaza egameni likaYehova” (7)
-
UKumkani ozukileyo ungena egeyithini
“NgokaYehova umhlaba” (1)
-
Umthandazo womdumisi uyaviwa
“UYehova ungamandla am nekhaka lam” (7)
-
Ukuzila kujika kube kukuvuya
Ukuthandwa nguThixo kuhlala ngonaphakade (5)
-
Umthandazo wokucela uncedo phakathi kweentshaba
“UThixo ngumncedi wam” (4)
-
Kukho uThixo ogweba umhlaba
Umthandazo wokucela kohlwaywe abenzi-bubi (6-8)
-
UThixo yinqaba eyomeleleyo eyoyisa iintshaba
“Ndiza kuba lundwendwe ententeni yakho” (4)
-
Ukukhuselwa ekuhlaselweni ngokufihlakeleyo
“UThixo uza kubadubula” (7)
-
Kucelwa uncedo ngokukhawuleza
“Khawuleza undilwele” (5)
-
UThixo ugweba ngobulungisa
Abenzi-bubi baza kusela indebe kaYehova (8)
-
IZiyon, isixeko soThixo wokwenene
Abo bazalelwe eZiyon (4-6)
-
UYehova, uMsindisi noMgwebi olilungisa
UYehova ukwenze kwaziwa ukusindisa kwakhe (2, 3)
-
Ukuthembeka kukaThixo ebantwini bakhe
-
Iintlanga kuthiwa mazidumise uYehova
UThixo usithanda ngokungagungqiyo (2)
-
Ukuthanda ilizwi likaThixo elixabisekileyo
‘Abaselula bangayigcina njani icocekile indlela yabo?’ (9)
“Ndiyazithanda izikhumbuzo zakho” (24)
“Ndlela le ndiwuthanda ngayo umthetho wakho!” (97)
“Ndinengqondo ngaphezu kwabafundisi bam bonke” (99)
“Ilizwi lakho lisisibane ezinyaweni zam” (105)
“Lonke ilizwi lakho liyinyaniso” (160)
Abo bathanda umthetho kaThixo baseluxolweni (165)
-
Ukuhlaselwa kodwa ungoyiswa
Iintshaba zeZiyon ziyahlaziswa (5)
-
Ukwaneliseka njengomntwana olunyulweyo
Ukungafuni izinto ezinkulu kakhulu (1)
-
Ukudumisa uThixo ebusuku
“Yibani ngcwele xa niphakamisa izandla zenu” (2)