IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi KaYohane UYOHANE IZINTO EKUTHETHWA NGAZO 1 ULizwi waba ngumntu (1-18) Into eyathethwa nguYohane uMbhaptizi (19-28) UYesu, iMvana kaThixo (29-34) Abafundi bakaYesu bokuqala (35-42) UFilipu noNathaniyeli (43-51) 2 Umtshato waseKana; amanzi aba yiwayini (1-12) UYesu ucoca itempile (13-22) UYesu uyazazi iintliziyo zabantu (23-25) 3 UYesu noNikodemo (1-21) Ukuzalwa kwakhona (3-8) UThixo walithanda ihlabathi (16) UYohane uthetha ngoYesu okokugqibela (22-30) Lowo usuka phezulu (31-36) 4 UYesu nomfazi ongumSamariya (1-38) Khonza uThixo “ngomoya nangenyaniso” (23, 24) AmaSamariya amaninzi ayakholwa kuYesu (39-42) UYesu uphilisa unyana wegosa (43-54) 5 Kuphiliswa umntu ogulayo eBhethezatha (1-18) UYesu unikwa igunya nguTata wakhe (19-24) Abantu abafileyo baza kuva ilizwi likaYesu (25-30) Ubungqina ngoYesu (31-47) 6 UYesu upha amadoda ayi-5 000 ukutya (1-15) UYesu uhamba phezu kwamanzi (16-21) UYesu, “isonka sobomi” (22-59) Abaninzi bakhathazwa ngamazwi kaYesu (60-71) 7 UYesu ukwiTheko LamaYuda Leentente (1-13) UYesu ushumayela ethekweni (14-24) Kuphikiswana ngoKristu (25-52) 8 UTata ungqinela uYesu (12-30) UYesu, ‘ukukhanya kwehlabathi’ (12) Abantwana baka-Abraham (31-41) “Inyaniso iza kunikhulula” (32) Abantwana bakaMtyholi (42-47) UYesu noAbraham (48-59) 9 UYesu uphilisa indoda eyazalwa ingaboni (1-12) Indoda ephilisiweyo ibuzwa ngabaFarisi (13-34) Ukungaboni kwabaFarisi (35-41) 10 Umalusi neminyango yezibaya zeegusha (1-21) UYesu ngumalusi olungileyo (11-15) “Ndinazo nezinye izimvu” (16) AmaYuda athetha noYesu itheko lokukhumbula umhla wokunikezelwa kwetempile (22-39) AmaYuda amaninzi awafuni kukholwa (24-26) “Izimvu zam ziyalimamela ilizwi lam” (27) UNyana umanyene noTata (30, 38) Abaninzi ngaphesheya kweYordan bayakholwa (40-42) 11 Ukufa kukaLazaro (1-16) UYesu uthuthuzela uMarta noMariya (17-37) UYesu uvusa uLazaro (38-44) Baceba ukubulala uYesu (45-57) 12 UMariya ugalela ioli ezinyaweni zikaYesu (1-11) UYesu ungena oyisile (12-19) UYesu uprofeta ngokufa kwakhe (20-37) Ukungabi nalukholo kwamaYuda kuzalisekisa isiprofeto (38-43) UYesu weza kusindisa ihlabathi (44-50) 13 UYesu uhlamba iinyawo zabafundi bakhe (1-20) UYesu uchaza ukuba nguYudas oza kumjikela (21-30) Umyalelo omtsha (31-35) “Ukuba niyathandana” (35) Kuprofetwa ukuba uPetros uza kuphika uYesu (36-38) 14 NguYesu kuphela indlela yokuya kuTata (1-14) “Ndim indlela nenyaniso nobomi” (6) UYesu uthembisa ngomoya oyingcwele (15-31) “UTata mkhulu kunam” (28) 15 Umzekelo womthi weediliya wokwenene (1-10) Umyalelo wokuba nothando olufana nolukaKristu (11-17) ‘Akukho thando logqitha olu’ (13) Ihlabathi liyabacaphukela abafundi bakaYesu (18-27) 16 Abafundi bakaYesu basenokubulawa (1-4a) Imisebenzi yomoya oyingcwele (4b-16) Intlungu yabafundi bakaYesu ijika ibe luvuyo (17-24) UYesu woyise ihlabathi (25-33) 17 UYesu uthandaza nabapostile bakhe okokugqibela (1-26) Ukwazi uThixo kwenza abantu bafumane ubomi obungunaphakade (3) AmaKristu awangowehlabathi (14-16) “Ilizwi lakho liyinyaniso” (17) “Ndibafundisile ngegama lakho” (26) 18 UYudas ujikela uYesu (1-9) UPetros usebenzisa ikrele (10, 11) UYesu usiwa kuAnas (12-14) UPetros uphika uYesu okokuqala (15-18) UYesu phambi koAnas (19-24) UPetros uphika uYesu okwesibini nokwesithathu (25-27) UYesu phambi koPilato (28-40) “UBukumkani bam ayibubo obeli hlabathi” (36) 19 UYesu uyakatswa aze agezelwe (1-7) UPilato uphinda abuze uYesu imibuzo (8-16a) UYesu ubethelelwa esibondeni eGolgotha (16b-24) UYesu ulungiselela umama wakhe (25-27) Ukufa kukaYesu (28-37) Kungcwatywa uYesu (38-42) 20 Ingcwaba elingenamntu (1-10) UMariya Magadala ubona uYesu (11-18) Abafundi babona uYesu (19-23) UTomas obethandabuza ude akholwe (24-29) Isizathu sokubhalwa kwalo msongo (30, 31) 21 Abafundi babona uYesu (1-14) UPetros uqinisekisa uYesu ukuba uyamthanda (15-19) “Yondla amatakane am” (17) Ikamva labafundi bakaYesu abathandayo (20-23) Umqukumbelo (24, 25)