IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Eya Kwabase-Efese EFESE IZINTO EKUTHETHWA NGAZO 1 Imibuliso (1, 2) Iintsikelelo (3-7) Zonke izinto ziqokelelelwa kuKristu (8-14) “Indlela yokulawula izinto” ngexesha elibekiweyo (10) Kubekwa isitampu ngomoya oyingcwele ‘njengesiqinisekiso’ (13, 14) UPawulos ubulela uThixo ngokholo lwamaEfese, aze awathandazele (15-23) 2 Benziwe baphila ngoKristu (1-10) Ludiliziwe udonga olubahlulayo (11-22) 3 Imfihlelo engcwele iquka nabantu beeNtlanga (1-13) Nabantu beeNtlanga baziindlalifa noKristu (6) Injongo kanaphakade kaThixo (11) Kuthandazelwa amaEfese ukuba aqonde (14-21) 4 Ukumanyana emzimbeni kaKristu (1-16) Izipho ezingabantu (8) Ubuntu obudala nobutsha (17-32) 5 Ukuthetha nokuziphatha ngendlela ecocekileyo (1-5) Hambani njengabantwana bokukhanya (6-14) Gcwaliswani ngumoya kaThixo (15-20) Lisebenziseni kakuhle ixesha (16) Amacebiso aya kubayeni nabafazi (21-33) 6 Amacebiso aya kubantwana nabazali (1-4) Amacebiso aya kumakhoboka neenkosi (5-9) Zonke iimpahla zokuzikhusela ezivela kuThixo (10-20) Imibuliso yokugqibela (21-24)