IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g91 2/8 iphe. 32
  • Ngaba Inzululwazi Iyingqine IBhayibhile Ingachananga?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ngaba Inzululwazi Iyingqine IBhayibhile Ingachananga?
  • Vukani!—1991
Vukani!—1991
g91 2/8 iphe. 32

Ngaba Inzululwazi Iyingqine IBhayibhile Ingachananga?

Abaninzi namhlanje bakholelwa kukuba iyingqine ingachananga. Kodwa ngaba yenjenjalo ngokwenene? Ngaba imithetho yeBhayibhile engempilo nococeko iphelelwe lixesha? Kuthekani ngengxelo yeBhayibhile ngoMkhukula? Ngaba inzululwazi iyingqine ingachananga? Okanye ngaba ukufunyanwa kwezidumbu ezininzi ezikhenkcekileyo, kuquka ezo zezilwanyana ezikhulu, kuyayixhasa ingxelo yeBhayibhile?

Zifundele ubungqina kwincwadi ethi IBhayibhile​—⁠Ngaba Ililizwi LikaThixo Okanye Lomntu? Ayigubungeli nje kuphela zonke iindlela abantu ayigxeka ngazo iBhayibhile kodwa ikwanikela ingcaciso ecacileyo mayela nesizathu sokuba iBhayibhile inokwamkelwa njengeLizwi likaThixo. Ziqwalaselele obu bungqina ngokwakho. Zifumanele le mpapasho intle ngokuzalisa nokuthumela iphetshana elingezantsi.

Ndingathanda ukufumana incwadi enoqweqwe olulukhuni nenamaphepha ali-192 ethi IBhayibhile​—⁠Ngaba Ililizwi LikaThixo Okanye Lomntu? (Ngaphandle koMzantsi Afrika, bhalela kwisebe lasekuhlaleni leWatch Tower ukuze ufumane inkcazelo. Bona iphepha 5.)

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share