IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • re iphe. 320
  • “Yima Ezintweni Owazifundayo”

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • “Yima Ezintweni Owazifundayo”
  • ISityhilelo—Incopho Yaso Ezukileyo Isondele!
ISityhilelo—Incopho Yaso Ezukileyo Isondele!
re iphe. 320

“Yima Ezintweni Owazifundayo”

Oko koko umpostile uPawulos wakubhalela umfana onguTimoti. (2 Timoti 3:14) Emva kokuba ufunde le ncwadi, uyazazi izinto ezilungileyo ezininzi uThixo azigcinele abo bamthandayo. Kodwa kufuneka wenze inkqubela ngokomoya. AmaNgqina kaYehova aya kukuvuyela ukukunceda, ukuba awukalufumani olo ncedo. Bhalela amaNgqina kaYehova kwidilesi efanelekileyo kwezidweliswe ngezantsi, ucela inkcazelo eyongezelelekileyo okanye ukuba omnye wamaNgqina kaYehova eze ekhayeni lakho ukuze akuqhubele isifundo seBhayibhile rhoqo ngesisa.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share