IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w89 1/1 iphe. 32
  • Yalatha Kwikamva Eliqaqambileyo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Yalatha Kwikamva Eliqaqambileyo
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1989
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1989
w89 1/1 iphe. 32

Yalatha Kwikamva Eliqaqambileyo

Ubumnyama nentshabalalo zizinto ezidla ngokuxelwa kwangaphambili ngokufuthi njengokuba ihlabathi lijongene namanqam emva kwamanye. Esinjani ukwahluka isigidimi esikwincwadi entsha ethi Ukunqabiseka Kwehlabathi Lonke Phantsi ‘KoMthetheli Woxolo’! Omnye umfundi wabhala oku: “Ekuyivuleni kwam, ndaba novuyo olukhulu kunene. Imifanekiso yayo ibangela umntu acinge kakuhle gqitha, yaye hayi indlela umfanekiso wokugqibela oyibonisa ngokonwabisayo ngayo indalo iphela iseluxolweni.”

Uhlabela mgama esithi: “Intliziyo yam izele luvuyo ngale ncwadi. Ndandingenakwenza ngakumbi kunosuka nje ndithi ngokuchulumanca ndifundele umyeni wam iinxalenye zayo ngokuvakalayo, yaye ngoku ayiyekeki le ncwadi incinane—enesigidimi esikhulu—kodwa ndoqhubeka ndizuza kuyo ngokufuthi kangangoko kunokwenzeka ebudeni bemini. Ihlaziya ngakumbi kunamanzi angawona abandayo aphuma kumsinga osentabeni.”

Fumana owakho umbhalo. Uzii-R2 kuphela.

Khanindithumelele, iposi ihlawulelwe, incwadi eneqweqwe elilukhuni enamaphepha ali-192, ethi Ukunqabiseka Kwehlabathi Lonke Phantsi ‘KoMthetheli Woxolo.’ Ndithumela ii-R2.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share