IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w88 5/15 iphe. 32
  • ‘Anjengesonka Namanzi Kwintliziyo’

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • ‘Anjengesonka Namanzi Kwintliziyo’
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1988
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1988
w88 5/15 iphe. 32

‘Anjengesonka Namanzi Kwintliziyo’

Oko koko wathi umfundisi ongumProtestanti eMálaga, eSpeyin, amaphephancwadi IMboniselo noVukani! ayefana nako kuye. Wacacisa esithi:

“Bendingumfundisi ongumProtestanti iminyaka eliqela, ibe ndingakuqiniseki.sa ngelithi kuzo zonke izifundo zam zezakwalizwi, andikhange ndikufumane ukuba lula nokucaca kwezinto iimpapasho zenu okunako. Kum, amaNgqina kaYehova angabantu abancomekayo; kwihlabathi elihanahanisayo, enza ngokuvisisana noko akukholelwayo. . . .

“Okwangoku, ngenxa yeengxaki zobuqu, andinako ukufundisisa nani njengoko bendingathanda ukwenjenjalo, kodwa ndiyambulela uThixo, ndiyawafumana amaphephancwadi enu, ibe ‘anjengesonka namanzi’ kwintliziyo yam, elambele nenxanelwe uThixo ophilayo.”

Nawe, unokuthunyelelwa ekhayeni lakho IMboniselo neqabane layo uVukani! ngokuzalisa uze uthumele iphetshana elingezantsi.

Khanindithumelele umrhumo wonyaka weMboniselo noVukani! Ndithumela ii-R13,50.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share