Ngaba Uya Kulwamkela Utyelelo?
Kwanakweli hlabathi lizele ziinkathazo, unako ukuzuza ulonwabo ngolwazi oluchanileyo lweBhayibhile ngoThixo, uBukumkani nenjongo yakhe emangalisayo ngoluntu. Ukuba ungayivuyela inkcazelo engakumbi okanye ungathanda ukuba uthile eze kuwe ukuze akuqhubele isifundo seBhayibhile sekhaya sesisa, nceda ubhalele kwiWatch Tower, Private Bag 2067, Krugersdorp, 1740, okanye kwikhelingi efanelekileyo kwezidweliswe kwiphepha 2.