IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w07 2/15 iphe. 32
  • Ngaba Uya Kukuvuyela Ukutyelelwa?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ngaba Uya Kukuvuyela Ukutyelelwa?
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2007
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2007
w07 2/15 iphe. 32

Ngaba Uya Kukuvuyela Ukutyelelwa?

Kwanakweli hlabathi lizaliswe ziinkathazo, unako ukuzuza ulonwabo kulwazi oluchanileyo lweBhayibhile ngoThixo, uBukumkani bakhe nenjongo yakhe emangalisayo ngoluntu. Ukuba ungayivuyela inkcazelo engakumbi okanye ungathanda ukuba uthile eze ekhayeni lakho ukuze akuqhubele isifundo seBhayibhile sesisa, nceda ubhalele AmaNgqina KaYehova, Private Bag X2067, Krugersdorp, 1740, South Africa, okanye kwiadresi efanelekileyo kwezidweliswe kwiphepha 2.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share