IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w09 4/1 iphe. 32
  • Ngaba Lukho Unqulo Lwenene Ngokwembono KaThixo?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ngaba Lukho Unqulo Lwenene Ngokwembono KaThixo?
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2009
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2009
w09 4/1 iphe. 32

Intetho Yesidlangalala Ekhethekileyo

Ngaba Lukho Unqulo Lwenene Ngokwembono KaThixo?

Abantu abaninzi bazalelwa kunqulo lwabazali babo. Abanye baye bazikhethela olunye unqulo xa sele bekhulile. Eneneni zininzi iinkonzo ekunokukhethwa kuzo. Mhlawumbi uyazibuza ukuba, ‘Ngaba lubalulekile unqulo endihamba kulo?’

Lo mbuzo uza kuphendulwa kwintetho yesidlangalala enomxholo othi: “Ngaba Lukho Unqulo Lwenene Ngokwembono kaThixo?” Le ntetho isekelwe eBhayibhileni iza kunikelwa ehlabathini lonke kumazwe angama-230. Kwiindawo ezininzi, iza kube inikelwa kwiHolo yoBukumkani yamaNgqina kaYehova yasekuhlaleni ngeCawa, Aprili 26, 2009. Unokubuza amaNgqina kaYehova kwindawo ohlala kuyo akuchazele ixesha nendawo eza kuba kuyo intetho. Uyamenywa ukuba ubekho.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share