IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w10 4/1 iphe. 32
  • Uxolo Nokhuseleko Lwenene—Luya kubakho nini?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Uxolo Nokhuseleko Lwenene—Luya kubakho nini?
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2010
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2010
w10 4/1 iphe. 32

Intetho Yesidlangalala Ekhethekileyo

Uxolo Nokhuseleko Lwenene—Luya kubakho nini?

Sele kuyiminyaka abantu befuna uxolo nokhuseleko, kodwa ke baye batsho phantsi. Kutheni? IBhayibhile ichaza izizathu ezibini ezibangele ukuba abantu bangakwazi ukufumana uxolo. Iphinda isiqinisekise ngelithi: UThixo uthembisa abantu emhlabeni wonke uxolo nokhuseleko lokwenene noluya kuhlala luhleli.

Luya kubakho nini olu xolo nokhuseleko? Yintoni ekufuneka uyenze ukuze ulufumane? Le mibuzo iza kuphendulwa kwintetho yesidlangalala enomxholo othi “Uxolo Nonqabiseko Lwenene—Luya Kubakho Nini?” Le ntetho esekelwe eBhayibhileni iza kunikelwa emhlabeni wonke kumazwe angaphezu kwama-230. Kwiindawo ezininzi iza kunikelwa kwiHolo yoBukumkani yamaNgqina kaYehova asekuhlaleni ngeCawa, Aprili 18, 2010. Buza amaNgqina endawo ohlala kuyo ngexesha nendawo eza kuqhutyelwa kuyo le nkonzo. Uyamenywa ukuba ube khona.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share