Iphepha 32
Ucinga ukuba kufanele kwenziwe ntoni ngexesha ngeKrismesi?
FUNDA KWIPHEPHA 3-9
Ngaba uyasazi isizathu sokuba uThixo athumele uYesu emhlabeni?
FUNDA KWIPHEPHA 16-17
Ngaba Wakha waphila ngaphambili? Abanye bakholelwa ukuba bakhe baphila, kodwa kutheni bekholelwa njalo?
FUNDA KWIPHEPHA 18-20
Ayesebenzisa ntoni amabhinqa ukuze abe mahle ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile?
FUNDA KWIPHEPHA 24-26.