Kutheni UYesu Waphathwa Kakubi Waza Wabulawa?
No. 2 2016
ISIKHUMBUZO SOKUFA KUKAYESU | NGOLWESITHATHU, MATSHI 23, 2016
© 2016 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
LE MAGAZINI, iMboniselo, izukisa uYehova uThixo, uMlawuli wayo yonke indalo. Ithuthuzela abantu ngeendaba ezilungileyo zokuba kungekudala uBukumkani bukaThixo obusezulwini buza kuphelisa bonke ubungendawo buze benze lo mhlaba ube yiparadesi. Ifundisa abantu ukuze babe nokholo kuYesu Kristu, owafayo ukuze bafumane ubomi obungunaphakade, ngoku onguKumkani woBukumkani bukaThixo. Le magazini ipapashwe ukususela ngo-1879 yaye ayipolitiki. Ithetha izinto eziseBhayibhileni.
Le magazini ayithengiswa. Ukupapashwa kwayo kuyinxalenye yomsebenzi wokufundisa iBhayibhile owenziwa ehlabathini lonke noxhaswa ngeminikelo yokuzithandela.
Ukuba ufuna ukunikela, yiya ku-www.pr2711.com/xh.
Ngaphandle kokuba kuboniswe ngenye indlela, iZibhalo ezicatshulweyo kule magazini zithathwe kwiNguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele.