Uhlelo Lokufundisa
FEBRUWARI 2017
AMANQAKU AZA KUFUNDWA UKUSUSELA:NGE-3 UKUYA KWI-30 KA-APRILI 2017
© 2016 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
UMFANEKISO ONGAPHANDLE:
E-ETHIOPIA
Umzalwana usebenzisa iBhayibhile ukuze athethe ngoBukumkani namadoda amabini ahlala kwiilali ezineentaba ezikumbindi we-Ethiopia. Ambethe iingutyana njengoko iyindlela eqhelekileyo yokunxiba yalapho
ABEMI
99 391 000
ABAVAKALISI
10 083
ABEBEZE ESIKHUMBUZWENI (2015)
25 323
Le magazini ayithengiswa. Ukupapashwa kwayo kuyinxalenye yomsebenzi wokufundisa iBhayibhile owenziwa ehlabathini lonke noxhaswa yiminikelo yokuzithandela.
Ukuba ufuna ukunikela, yiya ku-www.pr2711.com/xh.
Ngaphandle kokuba kuboniswe ngenye indlela, iZibhalo ezicatshulwe kule magazini zithathwe kwiNguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele.