Iziqulatho
IVEKI KAJULAYI 31, 2017–AGASTI 6, 2017
4 UYehova Uyasithuthuzela Kuzo Zonke Iimbandezelo Zethu
Nangona sonke sikhe sifikelwe ziimvavanyo nazizinto ezibuhlungu, uYehova uyasithuthuzela. Eli nqaku lithetha ngezinto ezibalulekileyo ezinokusithuthuzela ngoku nakwixesha elizayo.
IVEKI KA-AGASTI 7-13, 2017
9 Intliziyo Yakho Mayibe Kubuncwane Obufumene KuThixo
Eli nqaku liza kusinceda senze into efundiswa ngumzekeliso kaYesu womrhwebi owayefuna iiperile. Liza kusinceda sihlole nendlela esiwujonga ngayo umsebenzi wokushumayela osindisa abantu kunye neemfundiso esiye sazifunda kule minyaka idluleyo.
14 Sukubajonga Ezibhatyini Abantu?
16 Ngaba Uza Kulungisa Ingxabano Uze Ufune Uxolo?
21 “Makubongwe Nokuba Nengqiqo Kwakho”
IVEKI KA-AGASTI 14-20, 2017
22 Ungayilibali Eyona Mbambano Ibalulekileyo
IVEKI KA-AGASTI 21-27, 2017
27 Xhasa Indlela KaYehova Yokulawula!
Kulula ukulibala ukuba yintoni ebalulekileyo kobu bomi bumaxhaphetshu sibuphilayo. La manqaku aza kusinceda sibone ukubaluleka kolawulo lukaYehova kwaye sibone nendlela esinokuluxhasa ngayo.