IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w17 Agasti iphe. 2
  • Iziqulatho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iziqulatho
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2017
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2017
w17 Agasti iphe. 2

Iziqulatho

IVEKI KASEPTEMBA 25, 2017–OKTOBHA 1, 2017

3 Ngaba Ukulungele Ukulinda Ngomonde?

IVEKI KAOKTOBHA 2-8, 2017

8 ‘Uxolo LukaThixo Lungaphaya Kokuqonda’

Inqaku lokuqala lisichazela isizathu sokuba sifanele simlinde uYehova. Siza kubona nendlela abantu bamandulo ababethembekile abasinceda ngayo sifunde ukulinda ngomonde. Inqaku lesibini lisibonisa indlela uYehova akwazi ngayo ukuthi gqi apho besingamlindelanga. Le nto isenza simthembe nangakumbi njengoko simlindile ukuba asenzele izinto.

13 Ibali Lobomi​—Xa Unyamezela Iimvavanyo Uyasikelelwa

IVEKI KAOKTOBHA 9-15, 2017

17 Indlela Yokuhluba Ubuntu Obudala Size Sibugcine Bukude

IVEKI KAOKTOBHA 16-22, 2017

22 Sinokubambatha Njani Ubuntu Obutsha Size Singabuhlubi?

Inqaku lokuqala lisichazela oko kuthethwa kukuhluba ubuntu obudala nesizathu sokuba sifanele siyenze ngokukhawuleza loo nto. Lisichazela nezinto esinokuzenza ukuze sibugcine bukude nathi ubuntu obudala. Elesibini lithetha ngezinto eziyinxalenye yobuntu obutsha kwaye lichaza indlela esinokuzibonakalisa ngayo kubomi bethu nasentsimini.

27 Uthando—Uphawu Oluxabiseke Kakhulu

30 Siphakula Koovimba Bethu

32 Imibuzo Evela Kubafundi

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share