IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w17 Septemba iphe. 2
  • Iziqulatho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iziqulatho
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2017
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2017
w17 Septemba iphe. 2

Iziqulatho

IVEKI KAOKTOBHA 23-29, 2017

3 Unokwenza Njani Ukuze Ukwazi Ukuzibamba?

NguYehova oyena sifanele sifunde kuye ukuzibamba. Abantu banokumxelisa njani? Ngawaphi amanyathelo onokuwathatha ukuze uphucule ekukwazini ukuzibamba?

IVEKI KAOKTOBHA 30, 2017–NOVEMBA 5, 2017

8 Yiba Novelwano NjengoYehova

Kuthetha ukuthini ukuba novelwano? UYehova noYesu bangowona mzekelo wokuba novelwano. Kodwa ke ziintoni esinokuzenza ukuze nathi sibe novelwano? Siza kufumana ntoni ngokwenza loo nto?

13 Ibali Lobomi​—Bekuyintsikelelo Ukusebenza Namadoda Athanda UYehova

IVEKI KANOVEMBA 6-12, 2017

18 ‘ILizwi LikaThixo Liya Kuhlala Ngonaphakade’

IVEKI KANOVEMBA 13-19, 2017

23 “ILizwi LikaThixo . . . Linamandla”

Ithetha ntoni into yokuba iBhayibhile isiya ifumaneka ngeelwimi ezingakumbi? Sinokumbulela njani uThixo ngokuba neBhayibhile ngolwimi esiluvayo? La manqaku aza kusenza simthande ngakumbi kwaye simbulele ngeBhayibhile.

IVEKI KANOVEMBA 20-26, 2017

28 “Yiba Nesibindi . . . Uze Uthabathe Inyathelo”

Kubalulekile ukuba umKristu abe nesibindi. Sinokufunda ntoni kubantu bamandulo ababenesibindi? Ulutsha, abazali, oodade abasele bekhulile nabazalwana ababhaptiziweyo banokuba naso njani isibindi baze bathathe inyathelo?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share