IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • wp18 No. 2 iphe. 1-2
  • Likuphathele Ntoni Ikamva?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Likuphathele Ntoni Ikamva?
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017—2018
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017—2018
wp18 No. 2 iphe. 1-2
IMboniselo, No. 2, 2018 | Likuphathele Ntoni Ikamva?

Likuphathele Ntoni Ikamva?

© 2018 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania

Le magazini ayithengiswa. Ibhalelwe ukufundisa abantu iBhayibhile ehlabathini lonke ibe ixhaswa ngeminikelo. Ukuba ufuna ukunikela, yiya ku-www.pr2711.com/xh. Ngaphandle kokuba kuboniswe ngenye indlela, iZibhalo ezikule magazini zithathwe kwiNguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele.

LE MAGAZINI, IMboniselo, izukisa uYehova uThixo, uMlawuli wayo yonke indalo. Ithuthuzela abantu ngeendaba ezilungileyo zokuba kungekudala uBukumkani BukaThixo obusezulwini buza kuphelisa bonke ubungendawo buze benze lo mhlaba ube yiparadesi. Ifundisa abantu ukuze babe nokholo kuYesu Kristu, owafayo ukuze bafumane ubomi obungunaphakade, ngoku onguKumkani woBukumkani BukaThixo. Le magazini ipapashwe ukususela ngo-1879 yaye ayipolitiki. Ithetha izinto eziseBhayibhileni.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share