Iziqulatho
IVEKI KA-APRILI 2-8, 2018
3 Yiba Nokholo Kwaye Uthobele NjengoNowa, UDaniyeli NoYobhi
IVEKI KA-APRILI 9-15, 2018
8 Ngaba UYehova Umazi NjengoNowa, UDaniyeli NoYobhi?
UNowa, uDaniyeli noYobhi babenezi ngxaki sinazo nathi namhlanje. Bakwazi njani ukuhlala bethembekile kwaye bethobela? Kwenzeka njani ukuba bamazi uYehova kangangokuba bangagungqi kuye? La manqaku mabini aza kuphendula le mibuzo.
13 Ibali Lobomi—Zonke Izinto Zinokwenzeka KuYehova
IVEKI KA-APRILI 16-22, 2018
18 Unjani Umntu Okhokelwa Ngumoya KaThixo?
IVEKI KA-APRILI 23-29, 2018
Kwelokuqala kula manqaku mabini, siza kubona ukuba unjani umntu okhokelwa ngumoya kaThixo nokuba singafunda ntoni kubantu abakhokelwa ngumoya kaThixo. Kwelesibini, siza kuthetha ngendlela esingaya sisondela ngayo kuThixo, icace loo nto kwindlela esenza ngayo yonke imihla.