IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w18 Matshi iphe. 2
  • Iziqulatho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iziqulatho
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2018
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2018
w18 Matshi iphe. 2

Iziqulatho

IVEKI KA-APRIL 30, 2018–MEYI 6, 2018

3 Kufuneka Ubhaptizwe Ukuze Ube NgumKristu

IVEKI KAMEYI 7-13, 2018

8 Bazali, Ncedani Abantwana Benu Babhaptizwe

Yintoni esimele sizimisele kuyo xa siqhuba isifundo seBhayibhile? Kutheni kufuneka singayibekeli amangomso into yokubhaptizwa? Yintoni eyenza abanye abazali abangamaKristu bakhuthaze abantwana babo ukuba bangangxami ngokubhaptizwa? Le mibuzo neminye iza kuphendulwa kula manqaku mabini.

13 Imibuzo Evela Kubafundi

IVEKI KAMEYI 14-20, 2018

14 Ukubuka Iindwendwe Yinto Entle, Efunekayo!

Umpostile uPetros wabongoza amaKristu ngexesha lakhe wathi: “Bukanani.” (1 Pet. 4:9) Kutheni kufuneka sibukane kule mihla? Zeziphi ezinye iindlela esinokubukana ngazo? Sinokuziphatha kakuhle njani xa simenyiwe? Eli nqaku liza kuphendula le mibuzo.

19 Ibali Lobomi​—UYehova Akazange Andiphoxe!

IVEKI KAMEYI 21-27, 2018

23 Ukuqeqeshwa​—Ubungqina Bokuba UThixo Uyasithanda

IVEKI KAMEYI 28, 2018–JUNI 3, 2018

28 “Phulaphulani Ingqeqesho Nize Nilumke”

La manqaku mabini aza kusinceda siyixabise nyhani into yokuba uYehova esithanda nokuba esiqeqesha. Usiqeqesha njani ke uThixo? Simele sithini xa esiqeqesha? Sinokukwazi njani ukuziqeqesha? Iimpendulo zikula manqaku.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share