Iziqulatho
3 Bazinikela Bengaqhutywa Mntu—EMyanmar
IVEKI KASEPTEMBA 3-9, 2018
7 Ufuna Ukwaziwa Nokuthandwa Ngubani?
Namhlanje abantu abaninzi bafuna ukwaziwa nokuthandwa leli hlabathi likaSathana. Eli nqaku liza kuthetha ngesizathu sokuba sifune ukwaziwa nokuthandwa nguYehova. Siza kuthetha nangendlela uYehova abavuza ngayo abakhonzi bakhe ngeendlela abangazicinganga.
IVEKI KASEPTEMBA 10-16, 2018
Kweli nqaku siza kuthetha ngento eyabangela ukuba uMoses angangeni kwiLizwe Lesithembiso nangona wayethembekile. Siza kuncedwa sibone nokuba singayiphepha njani ingxaki awangena kuyo uMoses.
IVEKI KASEPTEMBA 17-23, 2018
IVEKI KASEPTEMBA 24-30, 2018
Bonke abantu ngabakaYehova. Ngoko ufuna sizinikele kuye ngokupheleleyo. Kodwa abanye abantu abamthobeli ngoxa besithi banyanisekile kuye. Kwinqaku lokuqala siza kufunda ngezinto ezibalulekileyo ezithethwa yiBhayibhile ngoKayin, uSolomon, uMoses noAron. Kwelilandelayo, siza kufunda ngeendlela ezahlukeneyo esinokubonisa ngazo ukuba siyakuxabisa ukuba ngabakaYehova.
27 Yiba Novelwano Kuzo “Zonke Iintlobo Zabantu”