Iziqulatho
IVEKI KA-DISEMBA 31, 2018–JANUWARI 6, 2019
3 “Thenga Inyaniso, Ungathengisi Ngayo”
IVEKI KA-JANUWARI 7-13, 2019
8 “Ndiya Kuhamba Enyanisweni Yakho”
La manqaku mabini aza kusikhuthazela ekubeni siyixabise inyaniso evela kuYehova engenakuthelekiswa nanto. Le nyaniso ixabiseke ukodlula nayiphi na into esiyincamileyo ukuze siyifumane. La manqaku aza kusibonisa nezinto esimele sizenze ukuze siqiniseke ukuba inyaniso siyijonga njengento exabisekileyo, aza kusibonisa nezinto esimele sizenze ukuze sihlale siyixabisa inyaniso uYehova asifundise yona.
IVEKI KA-JANUWARI 14-20, 2019
13 Thembela NgoYehova Uze Uphile!
Incwadi kaHabhakuki isibonisa indlela esinokuhlala sithembele ngayo kuYehova nakubeni sineengxaki. La manqaku aza kusinceda sibone ukuba enoba amaxhala, izilingo okanye iingxaki zethu ziyanda, uYehova uza kusisindisa kungekudala ukuba sihlala sithembele kuye.
IVEKI KA-JANUWARI 21-27, 2019
18 Ngubani Okufundisa Indlela Yokucinga?
IVEKI KA-JANUWARI 28, 2019–FEBRUWARI 3, 2019
Njengoko ukholo lwethu luya lusomelela, siya siyixabisa indlela uYehova acinga ngayo. La manqaku mabini aza kusinceda sibone indlela yokuphepha ukucinga njengehlabathi size sicinge ngendlela uYehova acinga ngayo.