Iziqulatho
IVEKI KAFEBRUWARI 4-10, 2019
AmaKristu okwenyaniso alindele iParadesi. Eli nqaku liza kusibonisa izizathu ezivakalayo eziseBhayibhileni zokuba iParadesi iza kufika nendlela esimele sisiqonde ngayo isithembiso uYesu awasenzayo ngeParadesi.
IVEKI KAFEBRUWARI 11-17, 2019
10 Kuhloniphe “Oko UThixo Akubophelele Ngedyokhwe Ndawonye”
Eli nqaku liza kusibonisa oko kuthethwa yiBhayibhile ngomtshato. Singabonisa njani ukuba siyawuhlonipha umtshato? Ithini iBhayibhile ngoqhawulo-mtshato nokwahlukana?
15 Ibali Lobomi—UYehova Uye Wasiphatha Ngobubele
IVEKI KAFEBRUWARI 18-24, 2019
19 Lutsha, UMdali Wenu Ufuna Nonwabe
IVEKI KAFEBRUWARI 25, 2019–MATSHI 3, 2019
Ulutsha kufuneka lwenze izigqibo ezibalulekileyo, njengezinto oluzimisele ukuzenza. Ixesha elininzi ootitshala nabanye abantu bakhuthaza ulutsha ukuba luye eyunivesithi kwaye lufune umsebenzi obhatalayo. Kodwa uYehova ulucebisa ukuba lubeke yena kwindawo yokuqala. La manqaku mabini aza kusinceda sibone ukuba kububulumko ukumamela uYehova.