IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 5/92 iphe. 3
  • IZaziso

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • IZaziso
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1992
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1992
km 5/92 iphe. 3

IZaziso

◼ Umnikelo woncwadi ngoMeyi: Umrhumo weMboniselo ngomnikelo wee-R17,00 kwiinkupho zakabini ngenyanga. Umrhumo wonyaka kwiinkupho zakanye ngenyanga nomrhumo weenyanga ezintandathu kwiinkupho zakabini ngenyanga zii-R8,50. NgoJuni: Iphulo Loluntu Lokufuna UThixo ngomnikelo wee-R4,00. NgoJulayi: Nayiphi na kwezi ncwadana zinemifanekiso zilandelayo: Bunandiphe Ubomi Emhlabeni Ngonaphakade!, “Uyabona, Izinto Zonke Ndizenza Ntsha,” Ngaba Ufanele Ukholelwe KuBathathu Emnye?, Igama LikaThixo Eliya Kuhlala Likho Ngonaphakade, okanye ethi Urhulumente Oya Kuzisa IParadisi ngomnikelo wama-80 eesenti inye. NgoAgasti: Oyena Mntu Ubalaseleyo Wakha Waphila ngomnikelo wee-R8,00. PHAWULA: Amabandla angekaziodoli ezi ncwadi ziza kuhanjiswa zingasentla afanele enjenjalo kwifomu yawo iLiterature Order (S-AB-14) yenyanga elandelayo.

◼ IINDIBANO ZESITHILI: Imihla yeendibano ezilandelayo iqinisekisiwe:

Disemba 4-6:

ESt. Helena (isiNgesi)

Disemba 18-20:

EMonti (isiNgesi, isiXhosa)

Empangeni (isiZulu)

◼ Esitokhweni sisenayo incwadana ethi Ukuhlolisisa IZibhalo Imihla Ngemihla—1992 ngesiPedi, ngesiSuthu, ngesiTswana nangesiVenda. Nabani na ongekabi nawo umbhalo wobuqu ufanele aziodele wona ngokukhawuleza.

◼ Iimpapasho Ezintsha Ezifumanekayo:

NgesiNgesi: Isingxobo sokulondoloza amaphephancwadi (ibandla, uwonke wonke noovulindlela: R13,00). NgesiTsonga: Ukulungelelaniselwa Ukufeza Ubulungiseleli Bethu.

◼ Ziyafumaneka Kwakhona KuMzantsi Afrika:

NgesiNgesi: Ukuhlolisisa IZibhalo Imihla Ngemihla—1992.

◼ Ncedani niphawule ukunyuka kwala maxabiso alandelayo ukususela ngoku, nize nenze uhlengahlengiso olufanelekileyo kwiCost List yenu:

Iba. nowonke Oovu.wonke

IBhayibhile ngeelwimi zabaNtsundu R9,00 R10,00

IBhayibhile ngesiBhulu (inguqulelo eNdala neNtsha) R10,50 R12,00

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share