Isifundo Sencwadi Sebandla
Ucwangciso lwezifundo zebandla kwincwadi ethi Oyena Mntu Ubalaseleyo Wakha Waphila.
Januwari 4: Isahluko 35 ukusa kumxholwana othi “Umthandazo Nokukholosa NgoThixo”
Januwari 11: Isahluko 35 ukususela kumxholwana othi “Umthandazo Nokukholosa NgoThixo” ukusa ekupheleni kwesahluko
Januwari 18: Isahluko 36-38
Januwari 25: Isahluko 39-42