Iindaba Ezingokobuthixo
EMzantsi Afrika: Siyavuyiswa kukwazisa ukuba iBandla laseUpington linikezele iHolo yalo yoBukumkani ngoFebruwari 25, 1995. Eli bandla linabavakalisi abangama-57 ibe abebekho ekunikezelweni kwayo babeli-196. Le yiHolo yoBukumkani yama-20 enikezelweyo kulo nyaka wenkonzo.