Izaziso
◼ Uncwadi oluza kusetyenziswa ngoDisemba nangoJanuwari: Oyena Mntu Ubalaseleyo Wakha Waphila ngomnikelo wee-R10,50. NgoFebruwari: ISityhilelo—Incopho Yaso Ezukileyo Isondele! ngomnikelo wee-R10,50 okanye ethi Ukwenza Ubomi Bentsapho Yakho Bonwabe ngomnikelo wee-R3,50.
◼ Umveleli owongamelayo okanye omnye owabelwe nguye ufanele ahlolisise ingxelo yemali yebandla ngoDisemba 1 okanye ngokukhawuleza emva koko. Yenza isaziso ebandleni wakuba ukwenzile oku.
◼ ISikhumbuzo sowe-1997 siya kuba ngeCawa, ngoMatshi 23, emva kokutshona kwelanga. Esi saziso seSikhumbuzo sowe-1997 sinikelwe kuselithuba ukuze abazalwana bakwazi ukwenza amalungiselelo ayimfuneko okanye bafune iiholo ezifumanekayo apho kukho amabandla amaninzi asebenzisa iHolo yoBukumkani enye namele afumane enye indawo.
◼ Ukususela kwinkupho yeMboniselo kaJanuwari 1, 1996 ixabiso lamaphephancwadi nemirhumo liza kunyuka. La maxabiso aza kuma ngolu hlobo:
Oovu. Abava.
Imibhalo Yabasasazi R 0,50 R 1,00
Umrhu. Wonyaka Ngeposi:
Kwiinkupho Zakabini Ngenyanga R26,00 R38,00
Kwiinkupho Zakanye Ngenyanga R13,00 R19,00
Umrhu. Wonyaka Weqela:
Kwiinkupho Zakabini Ngenyanga R12,00 R24,00
Kwiinkupho Zakanye Ngenyanga R 6,00 R12,00