Isifundo Sencwadi Sebandla
Ucwangciso lwezifundo zebandla kwincwadi ethi Oyena Mntu Ubalaseleyo Wakha Waphila.
Julayi 7: Isahluko 112-113
Julayi 14: Isahluko 114-115
Julayi 21: Isahluko 116 ukusa kumxholwana othi “Isiluleko Esingakumbi Ngaphambi Kokwahlukana”
Julayi 28: Isahluko 116 ukususela kumxholwana othi “Isiluleko Esingakumbi Ngaphambi Kokwahlukana” ukusa ekupheleni kwesahluko