Izaziso
◼ Umnikelo woncwadi NgoAprili nangoMeyi: Iinkupho zeMboniselo noVukani! Yiba nencwadana enemifanekiso ethi Okufunwa NguThixo ukuze uyinike abantu abanomdla, uze uzame ukuqalisa izifundo zeBhayibhile zasekhaya. NgoJuni: Yintoni UThixo Ayifunayo Kuthi? Nikela ingqalelo ekuqaliseni izifundo zeBhayibhile zasekhaya. NgoJulayi noAgasti: Nayiphi na kwezi ncwadana zinemifanekiso ezinamaphepha angama-32 inokusetyenziswa: Bunandiphe Ubomi Emhlabeni Ngonaphakade!, Igama LikaThixo Eliya Kuhlala Likho Ngonaphakade, Incwadi Yabantu Bonke, Iyintoni Injongo Yobomi—Unokuyifumana Njani?, Kwenzeka Ntoni Kuthi Xa Sisifa?, Ngaba Ngokwenene UThixo Usikhathalele?, Ngaba Ufanele Ukholelwe KuBathathu Emnye?, Urhulumente Oya Kuzisa IParadesi, nethi Xa Umntu Omthandayo Esifa. Incwadana enemifanekiso ethi Imimoya Yabafileyo—Ngaba Inokukunceda Okanye Inokukwenzakalisa? Ngaba Ikho Ngokwenene?, Incwadi Yabantu Bonke, nethi Our Problems—Who Will Help Us Solve Them? zisenokuhanjiswa xa kufanelekile.
◼ Amabandla afanele aqalise ukuodola imiqulu yeMboniselo noVukani! yowe-1999. Le miqulu iya kufumaneka ngesiJamani, ngesiNgesi nangesiPhuthukezi. De ibe iyafumaneka imiqulu yaye ithunyelwe, kuya kuthiwa “Zothunyelwa” kwizinto ezithunyelwa emabandleni. Imiqulu zizinto zesitokhwe esiqingqiweyo.
◼ Ukuze sinincede namalungiselelo okuya kwiindibano zesithili zowama-2000, siyakuvuyela ukuninika imihla engekaqinisekiswa.
NOVEMBA 24-26:
Empangeni (isiZulu)
ENewcastle (isiZulu)
KaNyamazane (isiZulu)
KwaManzini (isiSwazi)
ESprings (isiZulu )
EVereeniging (Sisuthu/isiZulu)
DISEMBA 1-3:
EFrancistown (isiTswana)
ENelspruit (isiBhulu/isiNgesi)
EPietersburg (isiBhulu/isiNgesi)
EPietersburg (iSipedi)
ESoshanguve (iSisuthu)
ESoweto (iSisuthu)
ESprings (iSisuthu)
EThohoyandou (isiVenda
DISEMBA 8-10:
EBisho (isiXhosa)
EBloemfontein (isiBhulu/ isiNgesi)
E-Ermelo (isiZulu)
EGaborone (isiNgesi)
EGaborone (isiTswana)
EKapa (isiXhosa)
EKlerksdorp (isiTswana)
EKokstad (isiXhosa)
EMonti (isiNgesi)
ERhawutini (isiNgesi, iNtetho Yezandla)
ERhawutini (isiPhuthukezi)
ESoweto (isiZulu)
ESt. Helena (isiNgesi)
EThekwini (isiBhulu, isiNgesi, iNtetho Yezandla)
EWindhoek (isiOshiwambo, isiPhuthukezi)
DISEMBA 15-17:
EBhayi (isiBhulu/isiNgesi)
EBhayi (isiXhosa)
EBloemfontein (iSisuthu)
EGcuwa (isiXhosa)
EGeorge (isiBhulu/isiNgesi)
EKapa (isiBhulu, isiNgesi, iNtetho Yezandla)
EMamelodi (isiZulu)
ELebowakgomo (iSipedi)
EMaseru (iSisuthu)
EMgungundlovu (isiZulu)
EPhalaborwa (isiTsonga)
EPitoli (isiNgesi)
ERhawutini (isiBhulu)
EThekwini (isiZulu)
EWalvis Bay (isiBhulu/isiNgesi, isiKwangali, iNtetho Yezandla)