IZaziso
◼ NgoMeyi kuza kuhanjiswa IMboniselo noVukani! NgoJuni: Imfihlelo Yolonwabo Lwentsapho. NgoJulayi nangoAgasti: Nayiphi na kwezi ncwadana zinemifanekiso ezinamaphepha angama-32 inokusetyenziswa: Ngaba Ngokwenene UThixo Usikhathalele? Bunandiphe Ubomi Emhlabeni Ngonaphakade!, Hlalani Nilindile!, Ngaba Ufanele Ukholelwe KuBathathu Emnye?, Imimoya Yabafileyo—Ngaba Inokukunceda Okanye Inokukwenzakalisa? Ngaba Ikho Ngokwenene?, Igama LikaThixo Eliya Kuhlala Likho Ngonaphakade, URhulumente Oya Kuzisa IParadesi, Indlela Ekhokelela Ebomini—Ngaba Uyifumene? nethi Xa Umntu Omthandayo Esifa. NgoSeptemba: Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?
◼ Ukuba kukho imibuzo ngokuphathelele uncwadi sicela nazise iofisi yesebe, ngokubhala ileta, ngokuthumela ifax kule nombolo 011-761-1380, okanye nge-e-mail: literature@jw.org.za. Xa kukho izinto ezingxamisekileyo njengaxa izixa zenu zilahlekile, iSebe Loncwadi linokufowunelwa kule nombolo: 011-761-1000. IFomu YeSicelo Soncwadi (S-14) ifanele ithunyelwe ngelori okanye ngeposi.
◼ Ukuza kuthi ga ngoku, amabandla ebekwazi ukuoda iThe Emphatic Diaglott (di-E) neThe Kingdom Interlinear Translation of the Greek Scriptures (int-E). Kodwa ke ngoku, iThe Emphatic Diaglott (di-E) ayisafumaneki. Ukususela ngoku, yiThe Kingdom Interlinear Translation of the Greek Scriptures (int-E) kuphela enokuodwa.
◼ Siza kuqalisa ukufunda incwadi yeBhayibhile kaDaniyeli kufundo lweBhayibhile lweSikolo Sobulungiseleli Sobuthixo kwiveki eqala ngoSeptemba 24. Sicebisa ukuba xa nisenza uphando nisebenzise incwadi yeSiprofeto SikaDaniyeli kunye nezinye iincwadi. Ukuba niyazifuna ezi ncwadi, ziodeni ngebandla nisebenzisa iFomu YeSicelo Soncwadi (S-14).
◼ SICELA NIPHAWULE: Imihla yezi ndibano zesithili zilandelayo itshintshile:
Septemba 14-16:
EFrancistown, eBotswana (isiTswana)
EGaborone, eBotswana (isiNgesi)
Septemba 21-23:
EGaborone, eBotswana (isiTswana)
Septemba 29-30:
EWindhoek, eNamibia (isiPhuthukezi)
Oktobha 5-7:
EWindhoek, eNamibia isiBhulu, isiNgesi)
Disemba 7-9:
EBloemfontein (isiSuthu)
EBhayi (isiXhosa)
Disemba 14-16:
Empangeni (isiZulu 1)
EGeorge (isiBhulu)
Disemba 21-23:
Empangeni (isiZulu 2)
◼ Iimpapasho Ezintsha Ezifumanekayo:
Imixholo YeBhayibhile Yengxubusho (td-)—ngesiKwanyama
ISityhilelo—Incopho Yaso Ezukileyo Isondele!—Enamagama Amakhulu (namaphepha angama-800) (relp)—ngesiShona
◼ IiCompact Disc Ezintsha zeMP3:
Mvumeleni Iindumiso UYehova (mpsb)—ngesiNgesi
◼ IiDVD Ezintsha Ezifumanekayo:
The Good News According to John (dvJoh)—ngeNtetho Yezandla YaseMerika
The Good News According to Mark (dvMr)—ngeNtetho Yezandla YaseMerika
To Whose Authority Do You Submit? (dvsa)—ngeNtetho Yezandla YaseMerika
◼ Iimpapasho Ezingahambiyo Ezifumanekayo:
INcwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Yowe-1997 (yb97)—ngesiSuthu, ngesiXhosa
INcwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Yowama-2002 (yb02)—ngesiNgesi, ngesiXhosa, ngesiZulu
INcwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Yowama-2004 (yb04)—ngesiNgesi, ngesiPhuthukezi, ngesiSuthu, ngesiXhosa, ngesiZulu
INcwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Yowama-2005 (yb05)—ngesiNgesi, ngesiFrentshi, ngesiPhuthukezi, ngesiSuthu
INcwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Yowama-2006 (yb06)—ngesiNgesi, ngesiFrentshi, ngesiPhuthukezi, ngesiSuthu, ngesiTsonga, ngesiZulu