IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 6/09 iphe. 4
  • Izaziso

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izaziso
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
km 6/09 iphe. 4

Izaziso

◼ NgoJuni siza kuhambisa incwadi ethi Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile? NgoJulayi nangoAgasti: Nayiphina kwezi ncwadana zinemifanekiso zilandelayo: Ngaba Ngokwenene uThixo Usikhathalele?, Bunandiphe Ubomi Emhlabeni Ngonaphakade!, Imimoya Yabafileyo—Ngaba Inokukunceda Okanye Inokukwenzakalisa? Ngaba Ikho Ngokwenene?, Indlela Esa kubomi Obungunaphakade—Ngaba Uyifumene?, nethi Unako Ukuba Ngumhlobo KaThixo! NgoSeptemba: Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?

◼ Kuluvuyo ukunazisa ngala mabandla alandelayo alishumi elinanye anikezele iiHolo zoBukumkani. La mabandla alandelayo ayavuya kuba eneendawo ezintle kangaka zokunqulela kwintsimi yawo: IMayville (eThekwini), iKutloanong South neKutloanong Central (eOdendaalsrus), iMoloto (kuMntla wePitoli), iMbonambi neMbabe (KwaZulu-Natal), iNkombose neNkolokotho (kufutshane neMtubatuba), iSikhawini North neNseleni East (eMpangeni), kunye neThembalethu (eGeorge).

◼ Umnxibelelanisi wequmrhu labadala okanye naye nabani na onyulwe nguye umele ahlole iingxelo zemali yebandla ngoJuni 1 okanye kamsinya emva koko, zenyanga kaMatshi, ka-Aprili, nekaMeyi. Ikopi yeNgxelo Yemali Yebandla (S-30) imele emva koko ixhonywe kwibhodi yezaziso. Amabandla aseMzantsi Afrika: Unobhala unembopheleleko yokuthumela onke amaxwebhu eenyanga ezintathu (S-26, S-30, irisithi, iziliphu zeendleko, nesitetimenti sebhanki), emvulophini bhalani ngokucacileyo nithi: Accounting Office—PBO Registration.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share