IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 2/10 iphe. 4
  • Izaziso

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izaziso
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
km 2/10 iphe. 4

Izaziso

◼ NgoFebruwari kuza kuhanjiswa incwadi ethi Sondela KuYehova? okanye ethi Imfihlelo Yolonwabo Lwentsapho. NgoMatshi: Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile? Zama ukuqalisa izifundo zeBhayibhile xa uhambisa le ncwadi okanye ukuba sele enayo umninimzi. NgoAprili nangoMeyi: IMboniselo noVukani!

◼ Ukususela ngoFebruwari IMboniselo noBulungiseleli Bethu BoBukumkani, ziza kuba neengoma ezimbini zeculo elitsha nezeculo elidala ngeelwimi zesintu. Iingoma zeculo elidala ziya kufakwa kwizibiyeli de iculo elitsha lifumaneke.

◼ Intetho yesidlangalala ekhethekileyo yexesha leSikhumbuzo yowama-2010 iza kuba nomxholo othi “Uxolo Nonqabiseko Lwenene Luya Kubakho Nini?” (No. 176). Bona isaziso esinxibelelene nesi kuBulungiseleli Bethu BoBukumkani bukaSeptemba 2009.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share