IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 11/10 iphe. 8
  • Izaziso

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izaziso
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
km 11/10 iphe. 8

Izaziso

◼ Incwadi eza kuhanjiswa ngoNovemba: IBhayibhile—Sithini Isigidimi Sayo? NgoDisemba: Oyena Mntu Ubalaseleyo Wakha Waphila. Ukuba kukho abantwana kuloo ndlu, kunokuhanjiswa incwadi ethi Funda KuMfundisi Omkhulu. NgoJanuwari: Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile? NgoFebruwari: Imfihlelo Yolonwabo Lwentsapho.

◼ Niya kuvuyiswa kukwazi ukuba kwezi nyanga zisandul’ ukudlula kuye kwanikezelwa iiHolo zoBukumkani ezili-12. KwaZulu-Natal: eyaseAmaoti, eyaseDannhauser, eyaseInanda Glebe, eyaseKhula, eyaseMandlazini Agri-Village, eyaseMondlo Central, eyaseMondlo North, neyaseNtuzuma South. ELisuthu: eyaseMaseru Leqele neyaseThetsane. ENamibhiya: eyaseOtavi neyaseWindhoek Portuguese. Sibamba ngazibini kubo bonke abaye bafaka isandla kulo msebenzi wokwakhiwa kwazo!

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share