IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 12/12 iphe. 8
  • Iimbalasane Zentsimi

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iimbalasane Zentsimi
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
km 12/12 iphe. 8

Iimbalasane Zentsimi

INamibhiya iye yanengxelo entle kakhulu ngoJulayi 2012. Bekukokokuqala ukuba inani labavakalisi lidlule kuma-2 000, ngoku kukho abavakalisi abangama-2 040! Liye landa nenani loovulindlela abathe ngxi ngoku bali-192 zona izifundo zeBhayibhile zingama-4 192. Kwindibano Yesithili enomxholo othi “Londoloza Intliziyo Yakho!” bekukho abantu abangama-4 269, kwaza kwabhaptizwa abangama-72. Kusafuneka abakhonzi abangakumbi kula masimi anesivuno esingaka.—Matt. 9:37, 38.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share