IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 3/14 iphe. 4
  • Iimbalasane Zentsimi

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iimbalasane Zentsimi
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
km 3/14 iphe. 4

Iimbalasane Zentsimi

Abavakalisi boBukumkani baseLesotho baye bafaka ingxelo entle kakhulu kwinyanga kaSeptemba. Bebengabavakalisi abayi-3 808, nto leyo ethetha ukuba bande nge-5 pesenti kunomlinganiselo wonyaka ka-2012. Baye bashumayela phantse umlinganiselo weeyure eziyi-11, baza buqhuba izifundo zeBhayibhile eziyi-6 452. KwiNdibano Yesithili yaseLesotho ebinomxholo othi, ‘Ilizwi LikaThixo Liyinyaniso!’ bekukho abantu abayi-6 887 kwaza kwabhaptizwa abafundi abatsha abayi-86. Kuyasivuyisa ukubona abantu abantliziyo zinyanisekileyo bengumsinga ukuya kwintaba kaYehova elunqulo lwenyaniso eLesotho!—Isa. 2:2.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share