IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb16 Februwari iphe. 2
  • Februwari 1-7

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Februwari 1-7
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
mwb16 Februwari iphe. 2

Februwari 1-7

NEHEMIYA 1–4

  • Ingoma 126 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 okanye ngaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • “UNehemiya Wayeluthanda Unqulo Lokwenyaniso”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi Intshayelelo kaNehemiya.]

    • Neh 1:11–2:3—Uvuyo lukaNehemiya lwalubangelwa kukuhambisela phambili unqulo lokwenyaniso (w06 2/1 9 ¶7)

    • Neh 4:14—UNehemiya wakwazi ukumelana nokuchaswa konqulo lokwenyaniso kuba wayejonge kuYehova (w06 2/1 10 ¶4)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Neh 1:1; 2:1—Kutheni sifikelela kwisigqibo sokuba ‘unyaka wamashumi amabini’ okhankanywe kuNehemiya 1:1 naku-2:1 ubalwa ngendlela efanayo? (w06 2/1 8 ¶5)

    • Neh 4:17, 18—Umntu wayenokwakha njani ngesandla esinye? (w06 2/1 9 ¶1)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Neh 3:1-14 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Balaselisa indlela umvakalisi aye wasibeka ngayo isiseko sokubuyela. Khuthaza abavakalisi ukuba bazenzele ezabo iintshumayelo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 103

  • Ceba Kwangoku Ukuze Ube Nguvulindlela Ongumncedani NgoMatshi Okanye NgoAprili: (imiz. 15) Ingxubusho. Hlola iingongoma ezibalulekileyo kwinqaku elithi “Lonwabele Eli Xesha LeSikhumbuzo!” (km 2/14 2) Gxininisa imfuneko yokuba kufuneka kucetywe kwangaphambili. (IMi 21:5) Dlan’ indlebe nabavakalisi ababini ebebekhe bangoovulindlela abangabancedani. Yiyiphi imiqobo abaye bayoyisa? Luluphi uvuyo abaye balufumana?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 8 ¶1-16 (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 135 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share