IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb23 Januwari iphe. 6
  • Januwari 23-29

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Januwari 23-29
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
mwb23 Januwari iphe. 6

Januwari 23-29

1 KRONIKE 4-6

  • Ingoma 42 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • “Imithandazo Yam Ibonisa Ukuba Ndingumntu Onjani?”: (imiz. 10)

  • Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • 1Kr 5:10—Ukoyiswa kwamaHagri kusikhuthaza njani xa sineengxaki ezinzima kakhulu? (w05 10/1 9 ¶7)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Kr 6:61-81 (th isifundo 2)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 3)

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Thetha ngevidiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 14)

  • Isifundo seBhayibhile: (imiz. 5) lffi isifundo 08 neendawo ezithi: ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza (th isifundo 9)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 127

  • “Yilungele Ngoku Imeko Yezonyango Engxamisekileyo”: (imiz. 15) Ingxubusho nevidiyo. Mayinikelwe ngumdala. Shiya ixesha elaneleyo emva kwevidiyo ukuze ibandla likwaziukuphendula.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 35

  • Amazwi Okuvala (imiz. 3)

  • Ingoma 88 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share