IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb24 Januwari iphe. 10
  • Februwari 5-11

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Februwari 5-11
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2024
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2024
mwb24 Januwari iphe. 10

FEBRUWARI 5-11

INDUMISO 1-4

Ingoma 150 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Khetha Ukuba Kwicala LoBukumkani BukaThixo

(imiz. 10)

[Dlala IVIDIYO ethi Intshayelelo YeeNdumiso.]

Oorhulumente babantu bazenze iintshaba zoBukumkani bukaThixo (INd 2:2; w21.09 15 ¶8)

UYehova usabavulele ithuba lokugqibela bonke abantu ukuze bazikhethele ukuba baza kubuxhasa na uBukumkani bakhe (INd 2:​10-12)

Imifanekiso: 1. Abantu abaninzi abanomsindo baphethe iibhodi njengoko betoyitoya. 2. Indoda ikwezemidlalo iphakamise iflegi ikhwaza. 3. Umntwana wesikolo ubeke isandla esifubeni njengoko esenza isifungo sokunyaniseka. 4. Ijoni liphethe umpu. 5. Abantu ababini bamaqela ezopolitiko bayaphikisana. 6. Umntu ongusisi ufaka ivoti yakhe kwibhokisi yokuvota.

KHAWUZIBUZE, ‘Ngaba ndizimisele ukuhlala ndingathathi cala kuyo nantoni na enokwenza neepolitiki zelihlabathi, nokuba ndisenokujamelana nobunzima?’​—w16.04 29 ¶11.

2. Ubuncwane ObuseBhayibileni

(imiz. 10)

  • INd 1:4​—Kutheni abenzi-bubi befaniswa “nomququ ophetshethwa ngumoya”? (it-1-E 425)

  • Ziintoni ozifundileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) INd 3:1–4:8 (th isifundo 12)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Incoko Mayiziqhube​—Into Eyenziwa NguFilipu

(imiz. 7) Ingxubusho. Dlala IVIDIYO, nize nithethe nge-lmd isifundo 2 ingongoma 1-2.

5. Incoko Mayiziqhube​—Yenza NjengoFilipu

(imiz. 8) Ingxubusho esekelwe kwi-lmd isifundo 2 ingongoma 3-5 nendawo ethi “Jonga Nezi Vesi.”

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 32

6. Iimfuno Zebandla

(imiz. 15)

7. ISifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) bt isahl. 5 ¶9-15, nebhokisi ekwiphepha 41

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 61 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share